Iindawo Zokurenta Inyanga eCagliari

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cagliari
I-Lollotà Castello Wi-Fi Luxury Flat (IUN P1849)
7 Dis – 4 Jan
Yi$1 486 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-222
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Cagliari
I-Terrazza Del Sole Apartment(F1480)
17 Mat – 14 Epr
Yi$1 589 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-122
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cagliari
Iflethi okanye indlu ekwicomplex embindini
5 Nov – 3 Dis
Yi$1 661 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cagliari
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomplex kwiGulf of Angels
14 Okt – 11 Nov
Yi$2 212 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-417

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCagliari

I-Bastion ye-Saint Remybayi 316 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Vele & Millenniumbayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iphakamisa yeMonte Urpinubayi 150 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mercato Civico di San Benedettobayi 107 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Roman Amphitheatre yaseCagliaribayi 85 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lapolabayi 95 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.