Iindawo Zokurenta Inyanga eCala Marquesa Aigua Xelida

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Llafranc
Ukubuka ulwandle okumangalisayo Iflethi okanye indlu ekwicomplex iLlafranc Wi-Fi
26 Feb – 26 Mat
Yi$3 064 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-187
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Palafrugell
I-Costa Brava Luxury House eTamariu, Impilo kunye neRelax
15 Dis – 12 Jan
Yi$6 919 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Begur
Iloft enebhalkhoni negadi. I-Aiguablava Playa-BEGUR
28 Sep – 26 Okt
Yi$3 795 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Tamariu
Indlu encinci ethe cwaka phakathi kwemithi yepine kufutshane nolwandle
12 Dis – 9 Jan
Yi$3 541 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-60

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.