Iindawo Zokurenta Inyanga eCalais

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Calais
chnotite hut. Isaphulelo kunokwenzeka
9 Feb – 9 Mat
Yi$530 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-191
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Calais
I-Pleasant Studio Calais Beach, indawo yokupaka
28 Epr – 26 Mey
Yi$978 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Calais
I-Sea View & Lawn Studio
21 Sep – 19 Okt
Yi$1 044 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-241
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Calais
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esembindini
28 Epr – 26 Mey
Yi$960 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCalais

Cité Europebayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Calais Beachbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Channel Outletbayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Kompani ye-Dragonbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isixeko saseLace neFashionbayi 46 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eurotunnel Calais Terminalbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.