Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCalhoun Falls

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Abbeville
**I-Oak View**Uxolo** Imizuzu eyi-8 ukuya kwi-Erskine
26 Jul – 23 Aga
Yi$1 979 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-215
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Iva
Indlu esemaphandleni ~ Izilwanyana Zasefama!
16 Mat – 13 Epr
Yi$2 315 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-343
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Abbeville
Indlu Yamakhareji yale mihla
22 Epr – 20 Mey
Yi$2 679 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Iva
Beaver Cove Cabin
10 Jun – 8 Jul
Yi$2 431 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.