Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCali

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cali
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ye-Luxury 304 kwiziko lembali
26 Mat – 23 Epr
Yi$365 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cali
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala amabini ejonge i-el Peñon Park
15 Mey – 14 Jun
Yi$1 206 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Antonio
402 Zona San Antonio, parque peñon
3 Nov – 1 Dis
Yi$597 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Cali
Conveniently Located, One-Bedroom Loft.
8 Epr – 6 Mey
Yi$409 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCali

I-Stadium Pascual Guerrerobayi 63 abantu basekuhlaleni abayincomayo
UNICENTRO Shopping Centerbayi 85 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yehlathibayi 118 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Jardín Plaza Shopping Mallbayi 135 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cristo Reybayi 183 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Terminal Calibayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.