Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCalonge

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Llafranc
Ukubuka ulwandle okumangalisayo Iflethi okanye indlu ekwicomplex iLlafranc Wi-Fi
29 Nov – 27 Dis
Yi$2 362 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-186
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Calonge
Sustainable flat + swimming pool + great views
12 Mat – 9 Epr
Yi$2 107 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-22
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sant Antoni de Calonge
Iflethi okanye indlu ekwicomplex emangalisayo ekwimizuzu eyi-5 ukusuka elunxwemeni. HUTG
30 Sep – 30 Okt
Yi$1 715 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Calonge
Blue Apartment Costa Brava
21 Mat – 18 Epr
Yi$2 900 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCalonge

Supermercat SUMA PIJOANbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Samalbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Castell de Calongebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Catalonia
  4. Calonge
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga