Iindawo Zokurenta Inyanga eCambrils

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cambrils
Cambrils Happy Place, in the old town Centre
17 Jan – 14 Feb
Yi$1 335 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Salou
I-Studio Cyprus Cap Salou
20 Jan – 17 Feb
Yi$596 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-50
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cambrils
SunshineAptLightBeautifulSpaceCambrilsBestBeaches
24 Okt – 21 Nov
Yi$1 374 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Platja de la Pineda
I-La Pineda Coral Studio
13 Dis – 10 Jan
Yi$673 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-23

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCambrils

Iphakamisa yezilwandlebayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Platja de la Llosabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Estival Eldorado Resortbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Parc del Pinaretbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Camping Joanbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mercadonabayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.