Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCancún

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Cancún
Niña en barco "Private Studio W/Kitchenette"
21 Aga – 18 Sep
Yi$730 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cancún
Indlu kaKike
2–30 Jul
Yi$734 ngenyanga
ISuperhost
I-loft e-Cancún
I-loft etofotofo kumgama wemizuzu eyi-12 ukusuka kwisikhitshane sase-Isla Mujeres
3–31 Okt
Yi$1 492 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Cancún
Isitudiyo sokubuka ulwandle/indawo yehotele yaseCancun
11 Nov – 9 Dis
Yi$2 899 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCancún

Imarike 28bayi 392 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Las Americasbayi 464 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Playa Delfinesbayi 532 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Playa Langostabayi 124 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza La Isla Cancunbayi 524 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marina Puerto Cancúnbayi 248 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.