Iindawo Zokurenta Inyanga eCape Breton Island

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Cape North
I-Sunrise Wilderness Cabin, Cabot Trail
13 Mey – 10 Jun
Yi$2 042 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-122
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Glace Bay
Hlala e-Bay - Efumaneka e- renwick Brook
18 Nov – 16 Dis
Yi$1 478 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Port Hood
I-CEO 1 Bdrm Suite #2 Port Hood w/Oceanview
5 Mat – 2 Epr
Yi$973 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-38
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ingonish Beach
I-Naggy Nanny 's Inn
10 Nov – 8 Dis
Yi$1 627 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-77

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.