Iindawo Zokurenta Inyanga eCariló

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cariló
I-CARILO Spectacular Monoambiente enezinto Onokuzisebenzisa
15 Nov – 13 Dis
Yi$1 587 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Cariló
Indlu yamaplanga enchanted eCariló Forest
17 Mey – 14 Jun
Yi$1 388 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-237
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cariló
I-CARILÓ Studio 3 abantu. Isakhiwo esinezinto EZINOKUSETYENZISWA
27 Aga – 24 Sep
Yi$3 560 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-82
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Valeria del Mar
Tech Haven@Dunas del Mar Pinamar 50 m from the sea
2–30 Mey
Yi$1 277 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCariló

Cariló centro comercialbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Proveeduríabayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tante Carilóbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cariló Golf Clubbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Balneario Heminway Carilobayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Benja'sbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.