Iindawo Zokurenta Inyanga eCarolina Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Carolina Beach
Iikhilomitha eziyi-0.2 ukuya eLwandle | Ulwandle lwe-Daze e-CB
8 Jan – 5 Feb
Yi$2 645 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Carolina Beach
I-Tropical Palm-Ocean View, Ipuli, Intliziyo ye-CB
8 Nov – 6 Dis
Yi$2 368 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Carolina Beach
Iikhilomitha eziyi-0.2 ukuya eLwandle | I-Ocean Breeze e-CB
14 Dis – 11 Jan
Yi$3 596 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Carolina Beach
Indawo enepuli yamanzi aselwandle kunye neegadi ze-bamboo
21 Nov – 19 Dis
Yi$1 644 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-98

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCarolina Beach

Carolina Beach Boardwalkbayi 184 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Freeman Parkbayi 97 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Britts Donutsbayi 277 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Michael's Seafood Restaurantbayi 113 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SeaWitch Cafe & Tiki Barbayi 176 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Havana’s Restaurantbayi 115 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.