Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCasa Grande

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Casa Grande
I-Mi Casa es su Casa eCasa Grande
16 Feb – 16 Mat
Yi$1 605 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Casa Grande
Ikwindawo ekuthiwa yiCozy Poolside Casita
11 Epr – 9 Mey
Yi$2 456 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Chandler
I-Chandler Gem yabucala esechibini
18 Jul – 15 Aga
Yi$2 535 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Casa Grande
Beautiful house in a quiet area
21 Aga – 18 Sep
Yi$2 650 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCasa Grande

Chili's Grill & Barbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Big House Cafebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eva's Fine Mexican Foodsbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Boston's Restaurant & Sports Barbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
BeDillon`s Restaurantbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Big Wa Chinese Restaurantbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.