Iindawo Zokurenta Inyanga eCascade County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Great Falls
Apho iBuffalo Roam
3 Feb – 3 Mat
Yi$1 769 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Great Falls
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekuthiwa yi
8 Okt – 5 Nov
Yi$1 853 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-401
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Great Falls
I-Downtown Executive Suite-2nd floor
19 Jun – 17 Jul
Yi$2 113 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-240
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Great Falls
I-Downtown Experience-Newberry ngaphandle kwefestile yakho!
16 Mey – 13 Jun
Yi$2 398 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.