Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCastle Rock

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Castle Rock
Inqaba Epholileyo Netofotofo I-Rock Gem 2 Igumbi lokulala
18 Okt – 15 Nov
Yi$3 423 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Evergreen
Sweet Chalet Suite — Walk to Downtown
9 Jun – 7 Jul
Yi$1 402 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Castle Rock
Indawo yeholide kaMama ongumyeni
18 Epr – 16 Mey
Yi$2 041 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Castle Rock
I-1920 's Historic House Short Walk to Downtown
25 Jul – 22 Aga
Yi$4 317 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCastle Rock

Outlets at Castle Rockbayi 135 abantu basekuhlaleni abayincomayo
King Soopersbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Great Divide Brewery & Roadhousebayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Castle Rock Adventist Hospitalbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Express Factory Outletbayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.