Iindawo Zokurenta Inyanga eCayey

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cayey
Indawo Yam
21 Aga – 18 Sep
Yi$1 580 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-196
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cayey
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eCayey 1
9 Aga – 6 Sep
Yi$1 651 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-229
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Matón Abajo
Instantes W/ Private Jacuzzi, Tub & Mountain Views
18 Jan – 15 Feb
Yi$4 741 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-183
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Cidra
Indlu eyakhiwe ngamaplanga ekuthiwa yiCozy Mountain Cayey
11 Feb – 11 Mat
Yi$2 268 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-409

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCayey

Ralph's Food Warehousebayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Carli Coffee Shopbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cayey Skateparkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.