Iindawo Zokurenta Inyanga eCentral Coast

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Tumbi Umbi
Iflethi Ekwicomplex
9 Jul – 6 Aga
Yi$1 648 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Avoca Beach
I-Lakeside & 700 mtrs ukuya elwandle - Isitudiyo segumbi lokulala elinye
16 Aga – 13 Sep
Yi$1 639 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Woy Woy
Mara's Olive Tree Garden
24 Jun – 22 Jul
Yi$1 498 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Ettalong Beach
I-Grevillea Studio Retreat Guest Suite
27 Aga – 24 Sep
Yi$1 678 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCentral Coast

Erina Fairbayi 219 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iphakamiso Parkbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bouddi National Parkbayi 169 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Lighthouse yeNorah Headbayi 125 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Westfield Tuggerahbayi 83 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mingara Recreation Clubbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.