Iindawo Zokurenta Inyanga eCharlotte

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Charlotte
I-Plaza Midwood igumbi lokulala kunye nebhafu
7 Dis – 4 Jan
Yi$1 340 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-288
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Charlotte
Iholide etofotofo edolophini, ekwazi ukuhamba kuyo yonke into.
30 Jul – 27 Aga
Yi$2 117 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-275
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Charlotte
Yiya kwi-Light Rail usuka kwi-Roomy Basement Apartment
31 Jan – 28 Feb
Yi$1 962 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-624
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Charlotte
Indlu yekhareji yabucala esembindini weCharlotte
30 Jul – 27 Aga
Yi$2 059 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-507

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCharlotte

SouthParkbayi 326 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Concord Millsbayi 184 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Spectrum Centerbayi 245 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Northlake Mallbayi 128 abantu basekuhlaleni abayincomayo
PNC Music Pavilionbayi 82 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Charlotte Premium Outletsbayi 184 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.