Iindawo Zokurenta Inyanga eCharlottesville

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Scottsville
Indlu Yamaplanga Enkulu ekufutshane neWineries
16 Epr – 14 Mey
Yi$1 603 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Charlottesville
I-Redbud Garden Suite
24 Jun – 22 Jul
Yi$1 512 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Palmyra
I-Cottage Next Door
17 Okt – 14 Nov
Yi$1 821 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Charlottesville
Indlu Encinci Entle Emazantsi Edolophu
12 Jun – 12 Jul
Yi$1 798 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCharlottesville

University of Virginiabayi 252 abantu basekuhlaleni abayincomayo
John Paul Jones Arenabayi 60 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Barracks Road Shopping Centerbayi 79 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Scott Stadiumbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Omni Charlottesville Hotelbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Jefferson Theaterbayi 91 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.