Iindawo Zokurenta Inyanga eChefchaouen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Chefchaouen
Ikati Eluhlaza
6 Okt – 3 Nov
Yi$657 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-457
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Chefchaouen
Isitudiyo sedolophu + indawo enkulu
5 Jul – 2 Aga
Yi$513 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-346
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Chefchaouen
I-Dar Lamdina
13 Okt – 10 Nov
Yi$1 442 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-470
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Chefchaouen
Indlu Yendabuko Emangalisayo Ehlaziyiweyo
31 Jan – 28 Feb
Yi$2 220 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-203

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseChefchaouen

Chefchaouen Ras Elmabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kasbahbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mandalabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hôtel Atlas Chaouenbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bar Oum Rabiebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mosquéebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.