Iindawo Zokurenta Inyanga eChiang Dao District

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Chiang Dao District, Chiang Mai, Thailand
Indlu Yamaplanga Epholileyo w/Umbono Opholileyo! A
9 Feb – 9 Mat
Yi$1 340 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-241
ISuperhost
Indlu e-Tambon Nong Bua
I-intanethi engasetyenziswayo - Indlu ekuthi cwaka kuyo iHamlet
1 Feb – 1 Mat
Yi$921 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-36
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Tambon Chiang Dao
I-intanethi, Ihlathi, Ikhitshi ELIPHELELEYO kunye neWORKSpace
3–31 Jan
Yi$1 329 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-57
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Tambon Chiang Dao
Solar Powered Hilltop Haven
27 Mey – 24 Jun
Yi$640 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.