Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eClarens

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Clarens
I-Loft Room @ Craigrossie
4 Jul – 1 Aga
Yi$528 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Clarens
Indlu esemaphandleni eyakhiwe ngamaplanga
10 Dis – 7 Jan
Yi$1 279 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Clarens
I-Frost House, Clarens. Ikhaya elibukekayo elibuyiselweyo.
22 Dis – 19 Jan
Yi$1 389 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Clarens
I-Clarens House Self Catering Home
12 Jan – 9 Feb
Yi$1 585 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseClarens

Clarens Brewerybayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Clarens Xtreme Adventure Companybayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Highlander Restaurantbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Clementines Restaurant & Barbayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Roter Hahnbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Artist's Cafebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.