Iindawo Zokurenta Inyanga eClatsop County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Warrenton
Iloft eCullaby Lake
26 Mat – 23 Epr
Yi$1 763 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-235
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Warrenton
Indlu esemaphandleni ekuthiwa yiSunset Beach ngasechibini naselwandle
16 Jan – 13 Feb
Yi$2 759 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-378
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Astoria
I-Astoria Tiny House
30 Epr – 28 Mey
Yi$2 332 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-314
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Astoria
*B! GщoT Retreat *
28 Sep – 26 Okt
Yi$3 333 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.