Iindawo Zokurenta Inyanga eCoeur d'Alene

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Coeur d'Alene
Stay & Play 1 Mile to downtown See new bathroom
11 Nov – 9 Dis
Yi$2 127 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Coeur d'Alene
Iflethi nge-5, Ziiblokho eziyi-5 kuphela eziya eDowntown!
29 Mat – 26 Epr
Yi$2 368 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Coeur d'Alene
Isitudiyo sabucala esitofotofo esiyimizuzu eyi-8 ukuya kwidolophu yeCDA!
24 Okt – 21 Nov
Yi$2 124 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Coeur d'Alene
Indawo Yokuzikhupha Epholileyo Yasegadini...
19 Epr – 17 Mey
Yi$1 701 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCoeur d'Alene

The Coeur d'Alene Resortbayi 92 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kootenai Healthbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McEuen Parkbayi 83 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Texas Roadhousebayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Costco Wholesalebayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Silver Lake Mallbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.