Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCoffs Harbour

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Valla Beach
I-Love Shack-budget beach break
23 Aga – 20 Sep
Yi$1 016 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Coffs Harbour
Indlu engasemva enamagumbi okulala ayi-1 athandekayo
18 Mey – 15 Jun
Yi$1 381 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Coffs Harbour
Ivulekile, isembindini kwaye ipholile
3 Jan – 2 Feb
Yi$1 740 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sapphire Beach
I-Sapphire Ocean Villa
5 Epr – 3 Mey
Yi$2 389 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCoffs Harbour

Park Beach Plazabayi 115 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Forest Sky Pierbayi 68 abantu basekuhlaleni abayincomayo
BreakFree Aanuka Beach Resortbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Coffs Harbour Jettybayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Clog Barn Tourist Attraction & Caravan Parkbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
C.ex Coffs International Stadiumbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.