Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCollectivity of Saint Martin

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint Martin, St. Martin
Istudiyo sikanokutsho (2) esisembindini weGrand Case
24 Sep – 22 Okt
Yi$2 802 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
ISuperhost
Iflethi e-Saint Martin , St. Martin
Igumbi lokulala eliyi-2 eliphindwe kabini ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi-5 elunxwemeni
24 Sep – 22 Okt
Yi$5 427 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
ISuperhost
Iflethi e-Cupecoy, Sint Maarten
I-studio esihle i-Jordan Village- jonga kwi-Mullet 27
8 Jan – 5 Feb
Yi$1 522 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Grand-Case
The Bounty. Apt. N°9 Gd Case 50m ukusuka elunxwemeni.
4 Jun – 2 Jul
Yi$1 447 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.