Iindawo Zokurenta Inyanga eConcepción

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Concepción
AlvInos Dpto Home
11 Epr – 9 Mey
Yi$986 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Concepción
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomplex ekwicomplex eConcepcion - E
9 Jun – 7 Jul
Yi$786 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-216
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Pedro de la Paz
Iflethi exhotyiswe ngokupheleleyo. Indawo egqwesileyo.
23 Epr – 21 Mey
Yi$1 043 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-190
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Concepción
I-TinyApartments - i-studio epheleleyo edolophini i-Concepcion
12 Nov – 10 Dis
Yi$569 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseConcepción

Plaza Perubayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall Plaza El Trebolbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yeBicentennialbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iphondo lezindiza leCarriel Surbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Estadio Ester Roabayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Laguna Redondabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.