Iindawo Zokurenta Inyanga eConcordia

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Termas del Dayman, Uruguay
Indlu Yentsapho e-Termas de Dayman, e-Salto, e-Uruguay
28 Aga – 25 Sep
Yi$1 689 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-168
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Concordia, Argentina
Monoambiente en zona centrica con garage
15 Jun – 13 Jul
Yi$793 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Concordia, Argentina
I-Loft Salto Chico Apartment 1
26 Epr – 24 Mey
Yi$1 031 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18
ISuperhost
Ikhaya leholide e-Concordia, Argentina
I-Rincón Campestre Yonwabela indalo kunye nokuphumla
30 Epr – 28 Mey
Yi$865 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-23

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseConcordia

Costanerabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Carrefour Hipermercado Concordiabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
San Carlos Parkbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pedestrian Mallbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cristobal Cafe Concordiabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza 25 de Mayobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.