Iindawo Zokurenta Inyanga eConroe

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Willis
Lakeside Condominium
11 Sep – 9 Okt
Yi$2 042 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Montgomery
The Dairy Barn & Parlor
13 Okt – 10 Nov
Yi$1 485 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-79
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Willis
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engaselwandle
3–31 Mey
Yi$1 999 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-73
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Montgomery
Unxweme eLake Conroe
17 Nov – 17 Dis
Yi$1 659 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-31

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseConroe

Lake Conroe Parkbayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
HCA Houston Healthcare Conroebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Lone Star Convention & Expo Centerbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Costco Wholesalebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cracker Barrel Old Country Storebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.