Iindawo Zokurenta Inyanga eDaebudo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jung-gu,
영종도풀오션뷰ㆍ장박할인ㆍ한달살기ㆍ도보2분거리 편의점 카페 음식점
28 Mey – 25 Jun
Yi$665 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Incheon
Iphuli 💖yangaphandle i-Songdo ~ Ukubuka ulwandle 💖 🌁 I-Disneyplus. I-Netflix. Hlala-YOUNG🌛 ukupaka👍 okungabhatalelwayo
3 Epr – 1 Mey
Yi$1 159 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
ISuperhost
Indlu e-Gwanak-gu
Isitudiyo esicoceke kakhulu kufuphi neSharosu-gil, edume eSeoul
21 Feb – 21 Mat
Yi$481 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32
ISuperhost
Indlu e-Seoul
Starry House Ⅲ
21 Jul – 18 Aga
Yi$516 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.