Iindawo Zokurenta Inyanga eDaegu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bongsan-dong, Jung-gu
Isitudiyo kwiloft eseBanwoldang Station Istudiyo esiphindwe kabini kwisikhululo sesitimela
6 Aga – 3 Sep
Yi$1 309 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Daegu
[Residence Inn Daegu B] I-Dongdaegu Yuseong Fournaim Ixesha Elifutshane Eliqeshisayo
11 Jul – 8 Aga
Yi$936 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-247
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dong-gu
Isitudiyo esineendawo ezintle onokuzibona kwisikhululo setreyini esingaphantsi komhlaba esiyi-1 imiz.
23 Epr – 21 Mey
Yi$1 104 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-295
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dong-gu
Istudiyo esinefenitshala epheleleyo kwi-St. Subway 1 min.
15 Mat – 12 Epr
Yi$1 094 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-175

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDaegu

Imarike ye-Seomunbayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shinsegae Department Store Daegubayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Kim Kwang Seok Streetbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hyundai Department Store Daegubayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eworldbayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Excobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.