Iindawo Zokurenta Inyanga eDaegwallyeong

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Gangneung
# Cottage ityhefu # Bona iinkwenkwezi # Gangneung Sadaham #
23 Mey – 20 Jun
Yi$1 867 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Daegwallyeong-myeon, Pyeongchang-gun
대관령용평스키장(숙소앞셔틀버스)선자령,발왕산천년주목숲,안반데기별,양떼목장,동해전망대,강릉
15 Mey – 12 Jun
Yi$1 072 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-29
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Chodang-dong, Gangneung
I-Gangneung Chodang Tiny Stay
20 Mey – 17 Jun
Yi$876 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
Ithandwa zindwendwe
Izindlu zaseKorea e-Daegwalnyeong-myeon, Pyeongchang-gun
Indlu ecocekileyo neqaqambileyo esibhakabhakeni
10 Epr – 8 Mey
Yi$2 319 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-52

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.