Iindawo Zokurenta Inyanga eDakowy Mokre

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Stare Miasto
Iflethi ethuleyo esentliziyweni yePoznan A
24 Nov – 22 Dis
Yi$953 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Poznań
Sundara - 2 amagumbi kufuphi MTP
Yi$878 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-212
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Poznań
I-Boho - iflethi okanye indlu ekwicomplex ePoznań + indawo yokupaka
25 Sep – 23 Okt
Yi$1 139 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-157
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Poznań
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yale mihla kwindawo ethe cwaka - Poznan
13 Jul – 10 Aga
Yi$1 045 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.