Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDalat

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu enevaranda e-Thành phố Đà Lạt
I-Studio 1 Kadupul Homecation
16 Jan – 13 Feb
Yi$566 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Thành phố Đà Lạt
❤Traveler's choice awards❤️ Flat with stunning view
7 Mat – 4 Epr
Yi$1 150 ngenyanga
ISuperhost
Indlu encinci e-Thành phố Đà Lạt
Ukhetho ♥️lomhambi lukunika iimbasa Indlu♥️ encinci ecaleni kwechibi
23 Epr – 21 Mey
Yi$1 271 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Đà Lạt
Istudiyo esiphakathi seDomino-lilungisiweyo w ibhalkhoni, ikhitshi
19 Mey – 16 Jun
Yi$238 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDalat

Datanla Waterfallbayi 52 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lam Vien Squarebayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chợ Đà Lạtbayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Domaine De Mariebayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Xuan Huong Lakebayi 63 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Clay Tunnelbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Vietnam
  3. Lam Dong
  4. Dalat
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga