Iindawo Zokurenta Inyanga eDalešice

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brno, ECzechia
Ikhaya lakho lesibini IBRNO - kulula ukufikelela kwizithuthi zikawonke-wonke, indawo yokupaka!
20 Sep – 18 Okt
Yi$1 249 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-180
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brno, ECzechia
Apartmán Francouzská v centru Brna
5 Jul – 2 Aga
Yi$1 289 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-196
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Stropešín
Nový mobilheim (srubového typu)
8 Jun – 6 Jul
Yi$2 972 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
ISuperhost
Indlu e-Skřinářov
Chata Skřinářov
21 Mat – 18 Epr
Yi$876 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.