Iindawo Zokurenta Inyanga eDalseo-gu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Daegu
[대명역3분] 압도적 경치 & 서비스 johnny's stay! #마운틴시티뷰#ott완비
6 Jul – 3 Aga
Yi$1 579 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Nam-gu
Daegu Hub! Mirabelle kabini ~:)
25 Jan – 22 Feb
Yi$811 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-250
ISuperhost
Indlu e-Dalseo-gu
Indlu Ehlaziyiweyo 2F Ikhaya Lentsapho Elinye
5 Jul – 2 Aga
Yi$1 237 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dong-gu
Isitudiyo esineendawo ezintle onokuzibona kwisikhululo setreyini esingaphantsi komhlaba esiyi-1 imiz.
23 Epr – 21 Mey
Yi$1 106 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-295

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDalseo-gu

Imarike ye-Seomunbayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eworldbayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
E · WORLD 83Towerbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yamanzi aseMoonlightbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Indlu yase-Anjirang Gopchangbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kolon bandstandbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.