Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDanby

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Danby
Indlu esefama etofotofo eneendawo ezintle
20 Mey – 17 Jun
Yi$3 604 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Wallingford
I-Vermont Home Central ukuya kwiindawo ze-Ski-Akukho Imali Yokucoca
25 Jan – 22 Feb
Yi$3 392 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Poultney
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ePoultney Village
23 Sep – 21 Okt
Yi$1 982 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Clarendon
Inja! Yeyakho wedwa, intle kwaye ipholile.
10 Mey – 7 Jun
Yi$2 424 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDanby

Otter Creek Fun Centerbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mountain View Ranchbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chipman Stablesbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.