Iindawo Zokurenta Inyanga eDanderyd

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Danderyd
Isitudiyo/iflethi okanye indlu ekwicomplex Danderyd, kufutshane nendalo nesixeko
20 Okt – 19 Nov
Yi$1 521 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Danderyd
Indlu yeendwendwe yabucala ekwimizuzu eyi-20 ukusuka kwisixeko saseStockholm
11 Okt – 8 Nov
Yi$2 130 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Ensta
Iflethi okanye indlu ekwicomplex/Igaraji
23 Dis – 20 Jan
Yi$779 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-35
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Helenelund
Ny lägenhet, 27 kvm
17 Epr – 15 Mey
Yi$1 326 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDanderyd

Ulriksdal Palacebayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ulriksdal Trädgårdscafébayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Inn of Ulriksdalbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Slottsträdgården Ulriksdalbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ulriksdals Slottscafébayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Danderyds hospitalbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.