Iindawo Zokurenta Inyanga eDang-dong

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Gunpo-si
[Hygge 1] #산본역5분#원광대병원#데이트#여행#출장
14 Jul – 11 Aga
Yi$1 259 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gunpo-si
# 5 imizuzu ukusuka eSanbon Station # Disney + # Netflix # Travel # Long Stay Dahouse
28 Epr – 26 Mey
Yi$1 391 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gunpo-si
[할인!감성스테이]#3월주차무료#산본역5분.넷플.레이트체크아웃.원광대병원.공항버스정류장5분
17 Jun – 15 Jul
Yi$1 456 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-76
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gunpo-si
[새해특가/주차지원(3월)]#모던감성#산본역5분/3인가능/무료넷플/원광대병원/12시체크아웃
15 Jul – 12 Aga
Yi$1 471 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.