Iindawo Zokurenta Inyanga eDargate

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kent
Ibhedi Ethandekayo Enye Iflethi Umzuzu 1 Ukusuka elwandle
17 Dis – 14 Jan
Yi$1 721 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-201
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Faversham
Ixesha lokuziphekela indlu embindini weFaversham
30 Okt – 27 Nov
Yi$2 148 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-217
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Kent
I-Cedarwood Garden Cabin.
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 320 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-142
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kent
I-Whitstable View - isihlomelo sabucala
10 Mey – 7 Jun
Yi$1 812 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-183

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. United Kingdom
  3. England
  4. Kent
  5. Dargate
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga