Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDauphin

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Harrisburg
Ikhaya le-Hill View
28 Epr – 26 Mey
Yi$1 447 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-459
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Harrisburg
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engasemgangathweni
27 Sep – 27 Okt
Yi$2 598 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-206
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Enola
Indawo Ehonjisiweyo, i-Wooded Serenity, i-Urban Close
17 Okt – 14 Nov
Yi$2 936 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-288
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Mechanicsburg
I-Tiny Cabin Free Kayaks Yard Serene Creek Fire Pit
13 Sep – 11 Okt
Yi$2 430 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-162

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.