Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDavis

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Davis
Indlu Esemaphandleni Enkulu Enomtsalane
18 Nov – 16 Dis
Yi$3 363 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Davis
Isitudiyo sabucala esinekhitshi negumbi lokuhlambela nokungakumbi!
24 Jul – 21 Aga
Yi$2 343 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Davis
Ibhayisekile ayinayo - ibhayisekile/uhamba ngebhayisekile ukuya kwidolophu/i-UCD
14 Jul – 11 Aga
Yi$1 701 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Davis
Iflethi efumaneka lula. Imizuzu eyi-5 yokuhamba ukuya e-UC Davis!
26 Jun – 24 Jul
Yi$3 947 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDavis

Trader Joe'sbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Central Parkbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nugget Marketsbayi 61 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Woodstock's Pizza Davisbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Black Bear Dinerbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Crepevillebayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.