Iindawo Zokurenta Inyanga eDe Rijp

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Zuidschermer
Inqwelo entle yokudlala i-gypsy ekwigadi ekude
25 Mey – 22 Jun
Yi$1 283 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zuidoostbeemster
I-Slow Amsterdam Luxe Appartment
1–29 Nov
Yi$2 704 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Grootschermer
I-Blackmith, i-Grootschermer
16 Aga – 13 Sep
Yi$2 948 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-182
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Purmerend
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekufuphi e
21 Jul – 18 Aga
Yi$2 603 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDe Rijp

Het Wapen van Munsterbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
PLUS Graft de Rijpbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Oudejansbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Bij Ernstbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fluisterbootverhuur De Gouwbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Museum In 't Houten Huisbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.