Iindawo Zokurenta Inyanga eDe Rust

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-South Cape DC
I-Numbi Valley, Ifama Yemvume Emangalisayo
15 Sep – 13 Okt
Yi$1 862 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-240
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Oudtshoorn
I-Karoo Country Style Cottage
15 Jul – 12 Aga
Yi$892 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-200
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Oudtshoorn
I-Karoo Country Style Guest suite
9 Aga – 6 Sep
Yi$892 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Oudtshoorn
i-van Biljon Cottage (Ayikho i-Loadshedding)
17 Epr – 15 Mey
Yi$868 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-206

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDe Rust

Ray's Coffee Shopbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
De Rustbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Village Trading Postbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.