Iindawo Zokurenta Inyanga eDeer Lake

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Grand Rapids
Okukhethekileyo! I-Downtown Suite! Iivenkile zasekuhlaleni kunye nokunye!
27 Mat – 24 Epr
Yi$2 895 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-209
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Grand Rapids
Grand Rapids Lake Cabin @ Mallard Point
12 Okt – 9 Nov
Yi$5 826 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hill City
Quadna Mountain Resort - #231
9 Nov – 7 Dis
Yi$1 045 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Cohasset
I-Grand Rapids MN Lake Country Inefenitshala epheleleyo
11 Mat – 8 Epr
Yi$3 097 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-53

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDeer Lake

I-Khasino ye-White Oakbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cedar Creek Grillbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Blueberry Bowlbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Schoolcraft State Parkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tioga Mountain Bike trailhead #1bayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tioga Beachbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.