Iindawo Zokurenta Inyanga eDetroit

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Detroit
I-basement Apt w/Romantic Vibe kufuphi neGrosse Pointes
17 Jun – 15 Jul
Yi$1 559 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Detroit
I-Shabby Chic Near-Eastside Upper Flat
21 Jan – 18 Feb
Yi$2 031 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-246
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Detroit
I-Alexandririne Studio Midtown: Yiya kwi-DIA
30 Okt – 27 Nov
Yi$2 362 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-632
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Detroit
Ikhaya elilungisiweyo elitofotofo leengcali ezisebenzayo
22 Jul – 19 Aga
Yi$2 155 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-21

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDetroit

Little Caesars Arenabayi 159 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ford Fieldbayi 164 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IComerica Parkbayi 212 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Henry Ford Museum of American Innovationbayi 73 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Caesars Windsorbayi 102 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Detroit Institute of Artsbayi 532 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.