Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDeWitt

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Pine Bluff
Indlu yoMlambo
4 Mey – 1 Jun
Yi$3 941 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Scott
Phumla kwi-Pecan Orchard imizuzu eyi-15 ukusuka kwisikhululo seenqwelo-moya.
3–31 Jan
Yi$2 604 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-335
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-DeWitt
I-South Arkansas Cabins (indlu yamaplanga)
9 Epr – 7 Mey
Yi$4 336 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-DeWitt
South Arkansas Cabins (The Lodge)
12 Epr – 10 Mey
Yi$5 968 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.