Iindawo Zokurenta Inyanga eDhanmondi, Dhaka

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gulshan
Istudiyo esinye esicaba kufuphi neGulshan-Baridhara
26 Jul – 23 Aga
Yi$794 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-100
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dhaka
Ukuhlala kuyo yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex E2
3–31 Mey
Yi$585 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-75
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mohammadpur
Uhlahlo lwabiwo-mali, Ukuhlala Kwezoshishino Nentsapho (Flat D-1)
19 Mat – 16 Epr
Yi$638 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mohammadpur
Budget, Business & Family Stay (Flat D-2)
15 Mey – 12 Jun
Yi$622 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDhanmondi, Dhaka

Shimanto Squarebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Star Hotel & Kababbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pizza Hutbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.