Iindawo Zokurenta Inyanga eDjerba Midun

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Houmt Souk
I-Dar Aziz
29 Jul – 26 Aga
Yi$752 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Djerba Midun
Villa neuve avec piscine privée vue mer
2–30 Nov
Yi$1 280 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Houmt Souk
Ukubuka ulwandle oluhle lwe-T2 kwi-LEDge houmet souk
3–31 Dis
Yi$574 ngenyanga
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Mezraia
Villa Belle Vue à 200 mètres de la plage
17 Okt – 14 Nov
Yi$1 131 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDjerba Midun

HOTEL VINCCI DJERBA RESORT & SPAbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Majlessbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aqua Park Piratebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Carrefour Market Midounbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Djerba Golf Clubbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Chez Chouchoubayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.