Iindawo Zokurenta Inyanga eDoshi, Minamitsuru District

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tsuru
Ukubuka iindawo ezijikeleze iMt.F Guesthouse Pal
20 Jun – 18 Jul
Yi$1 033 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Machida
Iflethi ecocekileyo netofotofo eMakida, eTokyo
8 Sep – 6 Okt
Yi$1 049 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-甲府市
Iflethi Encinci/imizuzu eyi-10 ukusuka kwisikhululo saseKofu
19 Sep – 17 Okt
Yi$748 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-271
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Numazu-shi
Ixabiseke kakhulu xa kuza kuhlalwa ixesha elide!Kukho izaphulelo ezahlukeneyo, umngcipheko ophantsi wosuleleko, akukho gumbi lokutshaya, ukukhwela ibhayisekile!I-Wifi, Igumbi 301
1–29 Nov
Yi$1 015 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-189

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Yamanashi
  4. Doshi
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga