Iindawo Zokurenta Inyanga eDoue

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Chevru
I-Gite des marmots
27 Nov – 25 Dis
Yi$960 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-248
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nogent-l'Artaud
Studio Champenois
23 Sep – 21 Okt
Yi$962 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-389
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Ferté-sous-Jouarre
Studio Disneyland Paris
5 Okt – 2 Nov
Yi$823 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Marolles-en-Brie
Indawo ethe cwaka yasemaphandleni phakathi kweDisney Provins
28 Epr – 26 Mey
Yi$708 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.